OOKUMKANI I 10:1
OOKUMKANI I 10:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke kaloku ukumkanikazi waseShebha waluva udaba lukaSolomon, olusingisele kwigama likaYehova, weza ukumlinga ngemibuzo elukhuni.
Yabelana
Funda OOKUMKANI I 10OOKUMKANI I 10:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
Uthe ke ukumkanikazi waseShebha akuva ngodumo lukaSolomon nokusondela kwakhe kwigama *likaNdikhoyo, weza kumvavanya ngemibuzo enzima.
Yabelana
Funda OOKUMKANI I 10