KWABASEKORINTE I 7:29
KWABASEKORINTE I 7:29 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Nditsho ke, bazalwana, ukuthi, ixesha lifinyele, ukuze kwelisaseleyo bathi nabo banabafazi, babe njengabangenabo
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 7KWABASEKORINTE I 7:29 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndithetha ukuthi ke, mawethu, ixesha liyemka. Ke ngoko abanabafazi mababe njengabangenabo
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 7