uRute 1:16

uRute 1:16 CXB24

Wathi uRute, Musa akundibongoza ukuba ndikushiye, ndibuye ndikulandele; ngokuba ndiya kuya apho uya khona; apho uhlala khona, ndiya kuhlala khona; Abantu bakowenu baya kuba ngabantu bam, noThixo wakho abe nguThixo wam.