Kuba, kwanjengokuba sinamalungu amaninzi mzimbeni mnye, abe ke onke amalungu la engenamsebenzi mnye. Ngokunjalo thina, sibaninzi nje, simzimba mnye ngokumanywa noKrestu, yaye sonke ngabanye singamalungu omnye elomnye.
Funda KwabaseRoma 12
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: KwabaseRoma 12:4-5
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo