IsiThyilelo 4:8

IsiThyilelo 4:8 CXB24

Zaye zone izinto eziphilileyo ezo, iyileyo naleyo, zinamaphiko ngamathandathu ngeenxa zonke; zizele ngamehlo ngaphakathi, zingaphumli imini nobusuku, zisithi, Ingcwele, ingcwele, ingcwele, iNkosi uThixo uSomandla, leyo yayikho, ikhoyo, izayo.