Ndesuka ke ndaya kwisithunywa eso, ndathi kuso, Ndinike incwadana leyo. Wathi kum, Yithabathe, uyidle uyigqibe; yenze krakra isisu sakho, kodwa emlonyeni wakho yoba mnandi njengobusi. Ndayithabatha ke incwadana esesandleni sesithunywa eso, ndayidla ndayigqiba; yaye emlonyeni wam inencasa enjengeyobusi; yaye xa ndayidlayo, saba krakra isisu sam.
Funda IsiThyilelo 10
Share
Compare All Versions: IsiThyilelo 10:9-10
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos