uMateyu 11:25-26

uMateyu 11:25-26 CXB24

Ngelo xesha waphendula uYesu wathi, Ndiyabulela kuwe, Bawo, Nkosi yezulu nomhlaba, ngokuba ezi zinto wazifihlayo kwizilumko nakwiingqondi, wazityhilela iintsana; ewe, Bawo, ngokuba kwakholeka phambi kwakho ukuba kube njalo.