Wandiphendula uYehova, wathi, Bhala lo mbono, uwukrole emacwecweni, ukuze owulesayo abaleke. Kuba umbono usaya kuba ngowexesha elimisiweyo, ukhawulezela ekupheleni, angathethi wona amanga; ukuba uzilazisile, ulinde yena; ngokuba iya kuza, ayiyi kuphela.
Funda uHabhakuki 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uHabhakuki 2:2-3
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo