uHezekile 37:7-8

uHezekile 37:7-8 CXB24

Ndaprofeta njengoko bendiwiselwe umthetho ngako; Ndithe ndingekaprofeti, kwavakala isandi, nanko kushukuma, esondela amathambo, ithambo kwelinye ethanjeni. Ndawabona, ndabona izihlunu nenyama kubonakala kuwo, lususu lwawagubungela ngaphezulu, kodwa kungekho mphefumlo kuwo.