Kwathi, kwakufika ixesha likaEstere, intombi ka-Abhihayili, uyisekazi kaMordekayi, obeyithabathe ukuba abe yintombi yakhe, angene kukumkani, akafuna nto, ingenguHegayi, ithenwa lokumkani, umgcini wendlu yenkosi ikumkani abafazi, abanyuliweyo. Yaye uEstere wabonakala ekholekile emehlweni abo bonke ababembona. Wasiwa ke uEstere kukumkani uAhaswerosi, ebhotwe lakhe, ngenyanga yeshumi, oko kukuthi, inyanga enguTebhete, ngomnyaka wesixhenxe wobukumkani bakhe.
Funda uEstere 2
Share
Compare All Versions: uEstere 2:15-16
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos