owasisindisayo, wasibiza ngobizo olungcwele, engenzi ngokwemisebenzi yethu, esenza ngokweyakhe ingqibo, nobabalo, esababalwa ngalo ngoKristu Yesu phambi kwamaxesha aphakade. Kodwa ngoku yabonakaliswa ngokubonakala koMsindisi wethu uYesu Krestu, owakubhangisayo ukufa, waza waveza ubomi nokungonakali ekukhanyeni ngazo iindaba ezilungileyo
Funda KuTimoti 2 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: KuTimoti 2 1:9-10
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo