Wayithabatha ingubo enkulu kaEliya, eyayiwe kuye, wabetha ngayo emanzini, wathi, Uphi na uYehova, uThixo kaEliya, yena kanye? wawabetha amanzi, ahlukana, wawela uElisha.
Funda oOKumkani 2 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: oOKumkani 2 2:14
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo