Kuba noko sihamba sisenyameni, asiphumi mkhosi ngokwenyama; (Kuba izixhobo zethu zemfazwe ayizizo ezenyama, kodwa ngaye uThixo zinamandla okuwisa iinqaba;) siwisa ngazo nje amabhongo, nayo yonke into ephakamileyo, eziphakamisayo ngokuchasa ukwazi uThixo; iingqiqo zonke sizithimbela ekumlulameleni uKristu
Funda KwabaseKorinte 2 10
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: KwabaseKorinte 2 10:3-5
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo