IziKronike 1 22:19

IziKronike 1 22:19 CXB24

Ke kaloku zimiseleni ukumquqela uYehova uThixo wenu ngentliziyo yenu nangomphefumlo wenu; yimani niyakhe ingcwele kaYehova uThixo, ukuba iziswe ityeya yomnqophiso kaYehova, neempahla ezikhethekileyo zikaThixo, endlwini eya kwakhelwa igama likaYehova.