Ingoma ka‐Solomone 8:6

Ingoma ka‐Solomone 8:6 XHO1902A

Ndibeke njengesincamatiselo pezu kwentliziyo yako, njengesincamatiselo pezu kwengalo yako: ngokuba utando lunamandla njengokufa; ikwele lilukuni njengehadesi; amalahle alo ngamalahle omlilo, lilangatye elidangazelayo kakulu.