Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 12:1-2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 12:1-2 XHO1902A
NDIYANIKUNGA ngoko, bazalwana! ngezibele ZIKATIXO, ukubaniyimisele imizimba yenu ibe lidini elipilileyo, elingcwele, elikolekileyo KUTIXO, okusisikonzo senu esifanelekileyo: nize ningalinganisani nelilizwe likoyo, niti nibe nenziwe ngakumbi ngokuhlaziywa kwoluvo lwenu, ukuba niqiqe into iyiyo intando KATIXO elungileyo, ekolekieyo, efezekileyo.