Amaculo 130

130
ICULO CXXX.
Iculo lezinyuko.
1KWA sezinzulwini ndibizile kuwe, Yehova! 2Nkosi! yiva ilizwi lam: mazibe indlebe zako zipulapuleka ezwini lezikungo zam.
3Nxa wena, Yehova! ubuya kunakana izikohlakalo, ngekuma banina, Nkosi? 4Kodwa kukuwe ukuxolela, ukuze ube nokwoyikwa.
5Ndiyalinda uyehova, uyalinda umpefumlo wam, nasezwini lake ndiyatemba. 6Umpefumlo wam ulindela inkosi, ngapezu kwabalindi bokusa, belindela ukusa.
7Temba, Sirayeli! kuyehova: ngokuba kuyehova kuko ububele, nakuye kuko inkululo eninzi. 8Waeya kukulula u‐Sirayeli kuzo zonke izikohlakalo zake.

Currently Selected:

Amaculo 130: XHO1902A

Qaqambisa

Share

Copy

None

Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena