ningenzi luto ngokwenkani umhlaumbi ngokwokuzidla, koko ngokutobeka kwentliziyo abanye bebalela abanye ukuba bayabagqitisela. Maniti nonke ngabanye ningagqali ezenu izinto, koko nonke ngabanye nigqale nezabanye.
Funda Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 2:3-4
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo