Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

Ivangeli ka‐Luke 12:2-3

Ivangeli ka‐Luke 12:2-3 XHO1902A

Akuko nto eselelweyo, engayi kutyilwa; nefihlakeleyo, engayi kwaziwa. Ngenxa yoku, konke enikutshiloyo ebumnyameni, kuya kuviwa emhlotsheni; noko nikutetileyo endlebeni ezinkambilini, kuya kushunyayelwa pezu kwentungo zezindlu.