Hamba, ushumayele lamazwi ngasenode, uti: Buya, Sirayeli opambukileyo! utsho UYEHOVA; andiyi kubuti shwa ubuso bam pezu kwenu; ngokuba ndinobubele mna, utsho UYEHOVA, andiyi kubamba ingqumbo kude kube ngunapakade.
Funda U‐Jeremiya 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Jeremiya 3:12
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo