U‐Jeremiya 13:23

U‐Jeremiya 13:23 XHO1902A

Um‐Tiyopiya uya kuyiguqula intlonze yake na? umhlaumbi ingwe amabala ayo na? oko nani niya kwenza okulungileyo, eniqeleyo ukwenza okukohlakeleyo.