Yiti kubo: Ndihleli nje mna, itsho INKOSI e NGUYEHOVA, anditandi ukufa kwokohlakeleyo, koko nditanda ukuguquka kwokohlakeleyo endleleni yake, ukuba adle ubomi: guqukani, guqukani kuzo indlela zenu ezikohlakeleyo: ngokuba kunganina ukuba niya kufa, ndlu ka‐Sirayeli!
Funda U‐Hezekile 33
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Hezekile 33:11
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo