Njengokuba ngoko benimamkele u‐Kristu Yesu OYINKOSI, kwa njalo hambani kuye: nendele nisakelwa nokwakelwa kuye, niqiniswa kanjalo elukolweni, kwa njengokuba nibe nifundiswa, nikolisa ukwanda kulo ngombulelo.
Funda Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 2:6-7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo