Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

Izenzo zabapostile 4:18-21

Izenzo zabapostile 4:18-21 XHO1902A

Baza bakuba bebabizile, babayalela ukuba mabangake batete nokuba mabangafundisi ngegama lika‐Yesu. Kodwa u‐Petrosi no‐Johane bapendula bati kubo: Yahlulani, ukuba kufanelekile na ebusweni BUKATIXO ukuva nina ngapezu kwokuva UTIXO: ngokuba singebe nako ukuti, izinto esizibonileyo nesizivileyo, singaziteti. Kekaloku bepindile ukubasongela babakulula, bengafumani ndawo yokuba bangabohlwaya ngayo, ngenxa yabantu; kuba bonke bebedumisa UTIXO pezu kwoko kwenzekileyo.