Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:3-5
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:3-5 XHO1902A
Ngokuba sisiti, nangona sihamba enyameni, singalwi ngokwenyama: (ngokuba izikali zokulwa kwetu zingebunyama, koko zinamandla pambi KWOTIXO kuze kube kukuci̔twa kwazo inqaba:) sici̔ta nje izicamango, nento zonke ezinde ezipakamayo ngakuko ukwaziwa KUKATIXO, sitimbela nokutimbela ekuviweni kuka‐Kristu onke amaqinga