Waza UTIXO wati ku‐Solomone: Ngenxa yokuba lento ibisentliziyweni yako, ungacelanga ubutyebi, nendyebo, nodumo, nobomi bentshaba zako, ungacelanga kanjalo imihla emininzi: koko uzicelele ubulumko nokwazi, ukuze ubagwebe abantu bam endikwenzile ukumkani pezu kwabo; upiwe ubulumko nokwazi; ndandiya kukunika nobutyebi, nendyebo, nodumo, ekungabangako onokunjalo pakati kwokumkani abebeko pambili kuwe, nasemva kwako akuyi kubako onokunjalo.
Funda Eyesibini yezikronike 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Eyesibini yezikronike 1:11-12
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo