Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

Eyokuqala ka‐Samyali 30:6

Eyokuqala ka‐Samyali 30:6 XHO1902A

Waye u‐Davide waxinezeka kakulu; ngokuba abantu bebeteta ngokumgibisela ngamatye, ngokuba umpefumlo wabantu bonke ubunobuṙaṙa, abanye ngabanye pezu kwonyana babo, napezu kwentombi zabo; kodwa u‐Davide wazomeleza kuye UYEHOVA, UTIXO wake.