Eyokuqala ka‐Samyali 15:11

Eyokuqala ka‐Samyali 15:11 XHO1902A

Kulusizi kum ukuba ndimenzile u‐Saule ukumkani; ngokuba ebuyile emva kwam, namazwi am engawafezanga. Waza waqumba u‐Samyali, wakala KUYEHOVA ubusuku bonke.