Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 9:25-26
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 9:25-26 XHO1902A
Kanjako bonke abazamayo ezindlalweni bayenza ngobunca̔tu ezintweni zonke. Kekaloku bona abo ke bayazama ukuze bamkele isitsaba esonakalayo, kodwa tina ukuze samkele esingonakaliyo. Mna ngoko ke ndiyenje njalo ukubaleka, njengokuba kungengendawo engabonakaliyo; ndiyenje njalo ukulwa, njengokuba ndingabeti umoya