IINDUMISO 22:3-5

IINDUMISO 22:3-5 XHO96

Kambe wena ungqendeve phakathi kwabakudumisayo; nditsho wena ngangamela yakwaSirayeli. Babekholose ngawe ookhokho bethu; babekuthembile, wabahlangula wena. Bakhala kuwe, wabakhulula wena; babethembele ngawe, akwabadanisa.