Khangela, Ndikhoyo, ndibandezeleke kakhulu; amathumbu am ayaxuxuzela. Intliziyo yam ikhathazekile, kuba ndisuke ndangenwa luvukelo. Phandle phaya ikrele liyabhubhisa, ngaphakathi kukufa kodwa.
Funda IZILILO 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IZILILO 1:20
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo