Imizi abayakhayo ayiyi kumiwa ngabanye, nezinto abazilimileyo zingaxhatshazwa ngabanye. Kwanjengobude bobomi bemithi yoba njalo nemihla yabantu bam; ewe, abanyulwa bam baya kuwuxhamla ngenene umsebenzi wezandla zabo.
Funda UISAYA 65
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UISAYA 65:22
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo