UMSEBENZI WABATHUNYWA 3:19-20

UMSEBENZI WABATHUNYWA 3:19-20 XHO96

Guqukani ke ngoko, nibuyele kuThixo, ukuze zicinywe izono zenu; nize nifumane amathuba okuhlaziyeka komoya evela eNkosini, nokuze imthumele uYesu onguKrestu oselenikwe nina.