UMSEBENZI WABATHUNYWA 13:2-3

UMSEBENZI WABATHUNYWA 13:2-3 XHO96

Ekuyikhonzeni kwabo iNkosi, bezila ukutya, uMoya oyiNgcwele wathi kubo: “Ndikhetheleni uBharnabha noSawule, ukuze benze umsebenzi endibabizele wona.” Ngoko ke bazila ukutya bathandaza, bababeka izandla, baza babandulula.