Ndíbeke njengomsesane wokutywina entliziyweni yakho, njengomsesane wokutywina engalweni yakho. Ngokuba uthando lunjengokufa, ukuba nengcwangu, Ubukhwele bunjengelabafileyo, ukuba lukhuni; Amalangatye abo ngamalangatye omlilo, Ngamadangatye kaYehova.
Funda INGOMA YAZO IINGOMA 8
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: INGOMA YAZO IINGOMA 8:6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo