Izimasekile intliziyo yam, Thixo, izimasekile intliziyo yam; Ndiya kuvuma, ndiya kubetha uhadi. Vuka, luzuko lwam! Vukani, mrhubhe nohadi! Ndiya kusiphangela isifingo. Ndiya kubulela kuwe phakathi kwezizwe, Nkosi yam; Ndiya kukubethela uhadi phakathi kwezizwe. Ngokuba inkulu, yada yaya ezulwini, inceba yakho; Yada yesa esibhakabhakeni inyaniso yakho. Ziphakamisele ngaphezu kwezulu, Thixo, Lube phezu kwehlabathi lonke uzuko lwakho.
Funda IINDUMISO 57
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IINDUMISO 57:7-11
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo