Ùngcwele ke wena, Ungulohlala ezindumisweni zakwaSirayeli. Oobawo bákholosa ngawe, Bakholosa, wabasiza; Bakhala kuwe, basinda; Bakholosa ngawe, àbadana.
Funda IINDUMISO 22
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IINDUMISO 22:3-5
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo