Kholosa ngoYehova ngentliziyo yakho yonke, Ungayami okwakho ukuqonda. Uze umazi yena ezindleleni zakho zonke; Wówulungelelanisa umendo wakho. Musa ukuba sisilumko kwawakho amehlo; Yoyika uYehova usuke entweni embi. Ukuphila kobakho enkabeni yakho, Nokuqina emathanjeni akho.
Funda IMIZEKELISO 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IMIZEKELISO 3:5-8
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo