Izinto zonke zenzeni ningenakukrokra, ningenakuthandabuza, ukuze nibe ngabangenakusoleka, abangenabuqhinga; nibe ngabantwana bakaThixo abangenakubekwa bala esazulwini sesizukulwana esigoso, esigwenxa; enithi phakathi kwabo nibonakale ninjengezikhanyiso ehlabathini
Funda KWABASEFILIPI 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: KWABASEFILIPI 2:14-15
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo