Ngelo xesha waphendula uYesu wathi, Ndiyabulela kuwe, Bawo, Nkosi yamazulu nehlabathi, ngokuba ezi zinto wazifihlayo kwizilumko nakwiingqondi, wazityhilela iintsana; ewe, Bawo, ngokuba kwakholeka phambi kwakho ukuba kube njalo.
Funda UMATEYU 11
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UMATEYU 11:25-26
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo