UMATEYU 11:25-26

UMATEYU 11:25-26 XHO75

Ngelo xesha waphendula uYesu wathi, Ndiyabulela kuwe, Bawo, Nkosi yamazulu nehlabathi, ngokuba ezi zinto wazifihlayo kwizilumko nakwiingqondi, wazityhilela iintsana; ewe, Bawo, ngokuba kwakholeka phambi kwakho ukuba kube njalo.