Wasusela uElihu unyana kaBharakeli, wakwaBhuzi, wathi, Ndimncinane mna ngemihla, Ke nina niziingwevu; Ngenxa yoko ndakhwelela phaya, ndoyika ukunityela ukwazi kwam. Ndathi, Imihla mayithethe, Iminyaka emininzi yazise ubulumko. Noko ngumoya osemntwini, Nokuphefumla kukaSomandla okubaqondisayo. Ukulumka àkunábakhulu, Ukuqonda okufaneleyo àkunámadoda makhulu odwa.
Funda UYOBHI 32
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UYOBHI 32:6-9
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo