Nyana womntu, profeta ngabalusi bakwaSirayeli; profeta, uthi kubo, ngabalusi abo, Itsho iNkosi uYehova ukuthi, Yeha ke abalusi bakwaSirayeli, abaye bezalúsa ngokwabo! Abalusi babengafanele ukwalúsa umhlambi wabo, yini na?
Funda UHEZEKILE 34
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UHEZEKILE 34:2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo