1
uSamuweli 2 uSamuweli 2-5:4
Contemporary Xhosa Bible 2024
uDavide ubeminyaka imashumi mathathu ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka emashumi mane engukumkani.
Thelekisa
Phonononga uSamuweli 2 uSamuweli 2-5:4
2
uSamuweli 2 uSamuweli 2-5:19
Wabuza uDavide kuYehova, esithi, Ndihambe ndiye na kumaFilisti? Ngaba uya kuwanikela esandleni sam? Wathi uYehova kuDavide, Yima, ngokuba ndiya kuwanikela okunene amaFilisti esandleni sakho.
Phonononga uSamuweli 2 uSamuweli 2-5:19
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo