1
Eyesibini yezikronike 15:7
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngako nina yomelelani; mazingapolelwa izandla zenu: ngokuba kuko umvuzo emsebenzini wenu.
Thelekisa
Phonononga Eyesibini yezikronike 15:7
2
Eyesibini yezikronike 15:2
waza wapuma ukuya kuhlangabeza u‐Asa, wati kuye: Ndipulapuleni, Asa, nabo bonke o‐Juda no‐Benjamine! UYEHOVA woba nani, nxa niman’ ukuba naye; kanjalo ukuba niyamfuna, uya kufunyanwa nini; kanti ukuba niyamshiya, uya kushiya nina.
Phonononga Eyesibini yezikronike 15:2
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo