1
IINKOKHELI 16:20
IBHAYIBHILE
Wathi: “Nanga amaFilistiya, Samson!” Ke yena wavuka ebuthongweni esithi: “Ndiya kubuya ndiwavuthulule ndiphuncuke.” Kambe ke wayengaqondi ukuba ushiyiwe *nguNdikhoyo.
Thelekisa
Phonononga IINKOKHELI 16:20
2
IINKOKHELI 16:28
Ke kaloku uSamson wazibika kuNdikhoyo, wathi: “Ndikhoyo, Nkosi yam, ndikhumbule; nceda, Thixo wam, khawubuyise amandla am okwesi sihlandlo nje sodwa, ukuze ndiziphindezele kumaFilistiya ngenxa yesenzo sawo sokundikhupha amehlo.”
Phonononga IINKOKHELI 16:28
3
IINKOKHELI 16:17
wamchazela konke, wathi: “Iinwele zam zange zichetywe. Ndanikelwa *ndalilolo likaThixo kwasekuzalweni kwam. Xa zinokuchetywa iinwele zam, angaphela amandla am, ndibe buthathaka nam, ndifane nabanye abantu.”
Phonononga IINKOKHELI 16:17
4
IINKOKHELI 16:16
Waza ke wammela imihla ngemihla emcenga. Wada uSamson wakruquka wanga angafa
Phonononga IINKOKHELI 16:16
5
IINKOKHELI 16:30
waza wadanduluka wathi: “Mandife kunye namaFilistiya!” Wazisunduza ngamandla akhe onke – folokohlo didli! Sadilika isakhiwo; zafela apho ezo zikhulu ndawonye nabo bonke ababekhona. Ekufeni kwakhe uSamson wabulala abantu abaninzi ngaphezu kwabo wababulala esadl' ubomi.
Phonononga IINKOKHELI 16:30
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo