1
UISAYA 2:22
IZIBHALO EZINGCWELE
Khanimyeke umntu omphefumlo usemathatheni akhe; ngokuba kuthiwa, Úyintoni na?
Thelekisa
Phonononga UISAYA 2:22
2
UISAYA 2:3
Kuya kuhamba izizwe ezininzi, zithi, Yizani, sinyuke siye entabeni kaYehova, endlwini kaThixo kaYakobi; asiyàlele iindlela zakhe, sihambe ngomendo wakhe. Kuba kuya kuphuma umyalelo eZiyon, nelizwi likaYehova eYerusalem.
Phonononga UISAYA 2:3
3
UISAYA 2:2
Ke kaloku kuya kuthi ekupheleni kwemihla, intaba yendlu kaYehova ivelele ezincotsheni zazo iintaba, izongamele iinduli, zibe ngumsinga ukuya kuyo zonke iintlanga.
Phonononga UISAYA 2:2
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo