1
UHEZEKILE 11:19
IZIBHALO EZINGCWELE
Ndobanika ntliziyo yimbi, ndibeke umoya omtsha ngaphakathi kwenu; ndiyisuse intliziyo yelitye enyameni yabo, ndibanike intliziyo yenyama
Thelekisa
Phonononga UHEZEKILE 11:19
2
UHEZEKILE 11:20
ukuze bahambe ngemimiselo yam, bagcine amasiko am bawenze, babe ngabantu bam, mna ndibe nguThixo wabo.
Phonononga UHEZEKILE 11:20
3
UHEZEKILE 11:17
Ngako oko yithi, Itsho iNkosi uYehova ukuthi, Ndiya kunibutha ezizweni, ndinihlangànise emazweni enilusali kuwo, ndininike umhlaba wakwaSirayeli.
Phonononga UHEZEKILE 11:17
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo