1
OOKUMKANI II 2:9
IZIBHALO EZINGCWELE
Kwathi, xa bawelileyo, wathi uEliya kuElisha, Cela into, ndikwènzele, ndingekasuswa kuwe. Wathi uElisha, Mandizuze izahlulo ezibini zomoya wakho.
Thelekisa
Phonononga OOKUMKANI II 2:9
2
OOKUMKANI II 2:11
Kwathi, besahamba, behamba bethetha, kwabonakala inqwelo yomlilo namahashe omlilo; yabahlula bobabini, wenyuka uEliya ngomoya ovuthuzayo, waya emazulwini.
Phonononga OOKUMKANI II 2:11
3
OOKUMKANI II 2:10
Wathi, Ùcele into enzima; kodwa ke ukuba uthe wandibona ukususwa kwam kuwe, koba njalo, ukuba akuthanga undibone, akuyi kuba njalo.
Phonononga OOKUMKANI II 2:10
4
OOKUMKANI II 2:14
Wayithabatha ingubo enkulu kaEliya, eyayiwe kuye, wabetha ngayo emanzini, wathi, Úphi na uYehova, uThixo kaEliya, yena kanye? Wabetha ke emanzini; ahluka, asinga ngapha nangapha; wawela uElisha.
Phonononga OOKUMKANI II 2:14
5
OOKUMKANI II 2:12
UElisha ákukubona oko, wadanduluka, wathi, Bawo, bawo, nqwelo yokulwa yakwaSirayeli, nabamahashe ayo! Akaba sambona. Wazibamba ezakhe iingubo, wazikrazula zaziqwenga zibini
Phonononga OOKUMKANI II 2:12
6
OOKUMKANI II 2:8
UEliya wayithabatha ingubo yakhe enkulu, wayisonga, wabetha ngayo emanzini; ahluka, asinga ngapha nangapha; bawela bobabini komile.
Phonononga OOKUMKANI II 2:8
7
OOKUMKANI II 2:1
Kwathi ekuza kumnyuseni kukaYehova uEliya ngomoya ovuthuzayo, ukuba aye emazulwini, wabe uEliya ehamba noElisha, besuka eGiligali.
Phonononga OOKUMKANI II 2:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo