1
OOKUMKANI I 8:56
IZIBHALO EZINGCWELE
Makabongwe uYehova, obanike ukuphumla abantu bakhe amaSirayeli, njengoko konke wakuthethayo; àkwaphalala nalinye ilizwi kuwo onke amazwi akhe alungileyo, awawathethayo ngoMoses umkhonzi wakhe.
Thelekisa
Phonononga OOKUMKANI I 8:56
2
OOKUMKANI I 8:23
Wathi: Yehova Thixo kaSirayeli, akukho unjengawe, ezulwini phezulu nasemhlabeni phantsi, ubagcinelayo umnqophiso nenceba abakhonzi bakho abahamba phambi kwakho ngentliziyo yabo yonke
Phonononga OOKUMKANI I 8:23
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo